Reload
{"id":314997,"created_at":"2024-10-08 12:42:57","updated_at":"2025-06-03 16:00:43","deleted_at":null,"published_at":"2024-10-08 12:42:57","original_id":null,"artist_id":153831,"title":"Nobayintoni ft Flex","slug":"nobayintoni-ft-flex","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"Ndifuna nobayintoni.Intoni \r\nEzakundibekendaweni.okay\r\nWena undinika ntoni. Intoni\r\nEzakundisa ezizweni.okay \r\nEsandleni kanti uphetheni.phetheni \u00d72\r\nEzondiveza ekukhanyeni.okay\r\nNdifuna ukuba yinkokheli.nkokheli\r\nNdikhokhele abalandeli.okay\r\n\r\nndikwinqanaba lokuqala,ndise kwindima yokuqala,bendisoloko ndingenakulala,kaloku bendisenzela nina,nani nikwazu nambitha,ndyayazi andikhuphi zincasa,ndikhuphanje into ebumnandarha,ingxaki andililo nevila,okwangoku kusekho ubunzima,akabinayo nemadlana, ndisagoba ndicele komdala, owh ewe andinanto ndyavuma ,kaloku ndiqhuba i desika, a-andinaye nobhaka ,esgila ndingena ngolaka, ungahlekakodw'andinandaba,intliziyo ihambi betheka ,ngapha bancoma begxeka ,abanye bancoma behleka,ngoku baphetha bephika,kodwa ngorhatya bayazminca,abazi ndisebenza kanzima,intlungu kunxibu'bubhanxa abanye benxibamagama,ngoku kunzima nodripp.a, tyhini kunzima nodlala ... ngoku nabanye abantwana(abantwana),kaloku andinso istayela(istayela),qha seyifana nesifo kum coz ndayiqhela kwakudala(kwakudala),mna ndizazela nje rappa(kwakudala,bathe bephuma ndangena(ndangena), that's why bendlela umona(andvumi),qha bandingena ngeendlela(Ngendlela),enyinto bacinga andiboni(ndyabona),kanti ngabo abaztholi(abatholi),abazi ndifunantoni(okay).\r\n \r\nNdifuna nobayintoni.\r\nEzakundibekendaweni.\r\nWena undinika ntoni.\r\nEzakundisa ezizweni.\r\nEsandleni kanti uphetheni. \u00d72\r\nEzondiveza ekukhanyeni.\r\nNdifuna ukuba yinkokheli\r\nNdikhokhele abalandeli\r\n\r\nEmculweni yaz ndisafika(ndsafika),futhi ndizobutyaza ndifika(okay), andoyiki nokoyika(andoyiki) ,Coz andboni nobunzima(kulula),lwei idinga njer uqina(uqina),ndizoyirhuqa ledyokhwe ndyofika(ndyofika),andkhathali noba ningaphika(nolunga),ndoytshuna lewei ndyofika(okay),ndifezekise nephupha(okay),ndisezo push.a kakhulu(kakhulu) ,ndifikelele kwaba khulu(kwizkhulu) ,nam ndibizwe nge skhulu(ngeskhulu),ndisuke ndijike ndibe mkhulu(big thing),ndihlale kwishlalo esikhulu(esikhulu),bandize ngoyihlomkhu(okay),bamane befunda apha kum(okay),ndi afford.e nezinto ezinkulu(big thing) ,so that I can get the house(shhlag, starting to host the party(party), then invite the enemies(no cap),I know they hate the Kcotti (Miles),always they have jealousy(don care),I don't care continue my journey(shhlag), ndiphushe umculo ngabanaki(banaki),baphilise ndingabanaki(okay),ndibanike nempilo emnandi(shhlag),ndisuke ndibengu Jesus, ngoku ndingu Kcottimiles(okay)\r\n\r\nNdifuna nobayintoni\r\nEzakundibekendaweni\r\nWena undinika ntoni\r\nEzakundisa ezizweni\r\nEsandleni kanti uphetheni. \u00d72\r\nEzondiveza ekukhanyeni\r\nNdifuna ubayi nkokheli\r\nNdikhokhele abalandeli.","download_count":40,"play_count":0,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2025-06-03","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/670\/50c\/394\/thumb_1037708_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":"published","status_reason_alt":null,"tags":[]}

Song Lyrics:

Ndifuna nobayintoni.Intoni Ezakundibekendaweni.okay Wena undinika ntoni. Intoni Ezakundisa ezizweni.okay Esandleni kanti uphetheni.phetheni ×2 Ezondiveza ekukhanyeni.okay Ndifuna ukuba yinkokheli.nkokheli Ndikhokhele abalandeli.okay ndikwinqanaba lokuqala,ndise kwindima yokuqala,bendisoloko ndingenakulala,kaloku bendisenzela nina,nani nikwazu nambitha,ndyayazi andikhuphi zincasa,ndikhuphanje into ebumnandarha,ingxaki andililo nevila,okwangoku kusekho ubunzima,akabinayo nemadlana, ndisagoba ndicele komdala, owh ewe andinanto ndyavuma ,kaloku ndiqhuba i desika, a-andinaye nobhaka ,esgila ndingena ngolaka, ungahlekakodw'andinandaba,intliziyo ihambi betheka ,ngapha bancoma begxeka ,abanye bancoma behleka,ngoku baphetha bephika,kodwa ngorhatya bayazminca,abazi ndisebenza kanzima,intlungu kunxibu'bubhanxa abanye benxibamagama,ngoku kunzima nodripp.a, tyhini kunzima nodlala ... ngoku nabanye abantwana(abantwana),kaloku andinso istayela(istayela),qha seyifana nesifo kum coz ndayiqhela kwakudala(kwakudala),mna ndizazela nje rappa(kwakudala,bathe bephuma ndangena(ndangena), that's why bendlela umona(andvumi),qha bandingena ngeendlela(Ngendlela),enyinto bacinga andiboni(ndyabona),kanti ngabo abaztholi(abatholi),abazi ndifunantoni(okay). Ndifuna nobayintoni. Ezakundibekendaweni. Wena undinika ntoni. Ezakundisa ezizweni. Esandleni kanti uphetheni. ×2 Ezondiveza ekukhanyeni. Ndifuna ukuba yinkokheli Ndikhokhele abalandeli Emculweni yaz ndisafika(ndsafika),futhi ndizobutyaza ndifika(okay), andoyiki nokoyika(andoyiki) ,Coz andboni nobunzima(kulula),lwei idinga njer uqina(uqina),ndizoyirhuqa ledyokhwe ndyofika(ndyofika),andkhathali noba ningaphika(nolunga),ndoytshuna lewei ndyofika(okay),ndifezekise nephupha(okay),ndisezo push.a kakhulu(kakhulu) ,ndifikelele kwaba khulu(kwizkhulu) ,nam ndibizwe nge skhulu(ngeskhulu),ndisuke ndijike ndibe mkhulu(big thing),ndihlale kwishlalo esikhulu(esikhulu),bandize ngoyihlomkhu(okay),bamane befunda apha kum(okay),ndi afford.e nezinto ezinkulu(big thing) ,so that I can get the house(shhlag, starting to host the party(party), then invite the enemies(no cap),I know they hate the Kcotti (Miles),always they have jealousy(don care),I don't care continue my journey(shhlag), ndiphushe umculo ngabanaki(banaki),baphilise ndingabanaki(okay),ndibanike nempilo emnandi(shhlag),ndisuke ndibengu Jesus, ngoku ndingu Kcottimiles(okay) Ndifuna nobayintoni Ezakundibekendaweni Wena undinika ntoni Ezakundisa ezizweni Esandleni kanti uphetheni. ×2 Ezondiveza ekukhanyeni Ndifuna ubayi nkokheli Ndikhokhele abalandeli.

Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!

Register for Slikour On Life
Sign in for Slikour On Life