Reload
{"id":153696,"created_at":"2020-07-11 08:11:57","updated_at":"2021-04-19 06:38:05","deleted_at":null,"published_at":"2020-07-11 08:11:57","original_id":null,"artist_id":27369,"title":"Intlung' zomhlaba","slug":"intlung-zomhlaba","status":"published","description":null,"album_id":null,"streets":1,"source_type":"s3","source":"file","lyrics":"Ndilele ngoxolo ndiphumlile \r\nKwintlungu zomhlamba ndiphumile \r\nKule paradesi nam ndingenile \r\nNdixhwalekile ,\r\nemphefumlweni Entliziyweni ndophukile\r\nNdibhonti bhonti zizinxenxe ndingxwelerhekile \r\nNo Thixo akandazi ndinje noba undothukile \r\nThixo ingaba ndifikile ,\r\nekhaya ezulwini okanye ndilahlekile \r\nKula mhlaba unamagad' ahlabayo ndisukile\r\nUkufa ngeba ndikubalekile \r\nKuba kubuhlungu ukushiya usapho nezihlobo kodwa ker kwenzekile \r\nKuba kunyanzelekile\r\nMna uthando ndiyaluqalekisa \r\nNgoba oluthando lwandonzakalisa \r\nLwandikhalisa , \r\nLundibethisa , lundingombisa ubusuku ne mini kodwa ndaxhathisa \r\nKuba ebemane endithembisa , \r\nUkuba akazuphinda exolisa \r\nUkanti ndiyaziqhathisa , \r\nIthemba liyadanisa \r\nPhofu man ndiyazintwanisa , ndiyaziphambanisa kuba ndiyayazi isiqhelo siyayoyisa ingqondo kungekudala uzakuqalisa \r\nWade wandisa phantsi komhlaba \r\nKobandayo umkhence wandilalisa\r\nNdiyabulela ngondiphumlisa \r\nNgeba kudala ndakubambisa ngamapolisa \r\nKodwa ndizokokwazelaphi ukukhulisa \r\nAbantwana ndedwa bayasokolisa \r\nNdizokuyithathaphi imali yokubatyisa ? \r\nNdiyaxolisa ,\r\nNgokuhamba ndingakhange ndibe ndiyavalelisa \r\nLomanxeba uthixo uzawapholisa\r\nEsisihelengu sendoda I jail izakumbhadlisa \r\nMamela xa ndikucebisa \r\nShiya uthando oluzokubethisa \r\nYishiye indoda engazukwaz ukonwabisa kuba izakuphosanisa \r\nnobomi bakho ingangathi ndiyaphosisa \r\nKodwa xa unojongisisa kwi lizwe esiphila kulo ndinonyanisa","download_count":40,"play_count":0,"restrict_download":0,"generated_thumbnail":null,"flag_count":0,"download_count_24":1,"download_count_24_at":"2021-04-19","reupload_sent":0,"thumb_path":"https:\/\/s3.eu-central-1.amazonaws.com\/sol-assets\/uploads\/public\/5f0\/957\/a10\/thumb_463032_300_300_0_0_crop.jpg","status_reason":"published","status_reason_alt":null,"tags":[]}

Song Lyrics:

Ndilele ngoxolo ndiphumlile Kwintlungu zomhlamba ndiphumile Kule paradesi nam ndingenile Ndixhwalekile , emphefumlweni Entliziyweni ndophukile Ndibhonti bhonti zizinxenxe ndingxwelerhekile No Thixo akandazi ndinje noba undothukile Thixo ingaba ndifikile , ekhaya ezulwini okanye ndilahlekile Kula mhlaba unamagad' ahlabayo ndisukile Ukufa ngeba ndikubalekile Kuba kubuhlungu ukushiya usapho nezihlobo kodwa ker kwenzekile Kuba kunyanzelekile Mna uthando ndiyaluqalekisa Ngoba oluthando lwandonzakalisa Lwandikhalisa , Lundibethisa , lundingombisa ubusuku ne mini kodwa ndaxhathisa Kuba ebemane endithembisa , Ukuba akazuphinda exolisa Ukanti ndiyaziqhathisa , Ithemba liyadanisa Phofu man ndiyazintwanisa , ndiyaziphambanisa kuba ndiyayazi isiqhelo siyayoyisa ingqondo kungekudala uzakuqalisa Wade wandisa phantsi komhlaba Kobandayo umkhence wandilalisa Ndiyabulela ngondiphumlisa Ngeba kudala ndakubambisa ngamapolisa Kodwa ndizokokwazelaphi ukukhulisa Abantwana ndedwa bayasokolisa Ndizokuyithathaphi imali yokubatyisa ? Ndiyaxolisa , Ngokuhamba ndingakhange ndibe ndiyavalelisa Lomanxeba uthixo uzawapholisa Esisihelengu sendoda I jail izakumbhadlisa Mamela xa ndikucebisa Shiya uthando oluzokubethisa Yishiye indoda engazukwaz ukonwabisa kuba izakuphosanisa nobomi bakho ingangathi ndiyaphosisa Kodwa xa unojongisisa kwi lizwe esiphila kulo ndinonyanisa

Subscribe to get the hottest exclusive music and content straight to your inbox!

Register for Slikour On Life
Sign in for Slikour On Life